Baphendula ooShadraki, noMeshaki, noAbhednego, bathi kukumkani, Nebhukadenetsare, asazi ukuba sikuphendule ngantoni na kweli lizwi; Ukuba kunjalo, uThixo wethu osilungiselelayo wosisindisa ezikweni elivutha umlilo, asihlangule esandleni sakho, kumkani. Ke, ukuba akunjalo, makwazeke kuwe, kumkani, ukuba asiyi kubabusa thixo bakho, asiyi kuqubuda kumfanekiso wegolide owumisileyo.
Funda uDaniyeli 3
Share
Compare All Versions: uDaniyeli 3:16-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos