Yiyo le imimiselo, nemiyalelo, nomthetho, aniwisele umthetho ngawo uYehova uThixo wenu, ukuba niwufundise, ukuba niwenze ezweni elo uya kulihlutha; ukuze umoyike uYehova uThixo wakho, uyigcine yonke imiyalelo yakhe nemithetho yakhe endikuwiselayo, wena nonyana wakho, nonyana wonyana wakho, yonke imihla yobomi bakho; ukuze yolulwe imihla yakho.
Funda iDuteronomi 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iDuteronomi 6:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo