Xa athe uYehova uThixo wakho wakungenisa kulo ilizwe abelifungele ooyihlo, ooAbraham noIsake noYakobi, ukuba akunike imizi emikhulu, emihle, ongayakhanga; nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle, ongazizalisanga, namaqula ongawambanga, nesidiliya nesidiliya, ongazityalanga; nokuba nithe nadla, nohlutha; Zigcine, ungamlibali uYehova owakukhuphayo ezweni laseYiputa, endlwini yobukhoboka.
Funda iDuteronomi 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iDuteronomi 6:10-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo