Amampunge awo amampunge, itsho iNtshumayeli, amampunge awo amampunge; yonke into ingamampunge. Unalungelo lini umntu emigudwini yakhe yonke, ayenzayo phantsi kwelanga?
Funda iNtshumayeli 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iNtshumayeli 1:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo