Wathi uYehova kuMoses, Yolulela isandla sakho ezulwini, kubekho ubumnyama ezweni laseYiputa, bugutyungelwe bubumnyama. Wasolulela uMoses isandla sakhe ezulwini; kwaza kwakho ubumnyama nesithokothoko kulo lonke ilizwe laseYiputa iintsuku ezintathu. Ababonana, yaye kangangeentsuku ezintathu akukho bani uvukayo kwindawo yakhe yokuhlala, kodwa kubo bonke oonyana bakaSirayeli kwabakho ukukhanya ezintenteni zabo.
Funda iEksodus 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 10:21-23
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo