Wasiphakamisa uMoses isandla sakhe, boyisa oonyana bakaSirayeli; wathi akuthambathisa isandla sakhe, kweyisa uAmaleki. Zaba nzima ke izandla zikaMoses; Bathabatha ilitye, balibeka phantsi kwakhe, wahlala phezu kwalo; Baziphakamisa ooAron noHure izandla zabo, omnye engapha, omnye engaphaya; zaza izandla zakhe zomelela lada latshona ilanga.
Funda iEksodus 17
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 17:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo