Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo, nokuba ngowayiphi na into emilise esezulwini phezulu, nokuba yinto yonke ephantsi komhlaba, nesemanzini aphantsi komhlaba. Uze ungaqubudi kwezo nto, ungazikhonzi; kuba mna Yehova Thixo wakho, ndinguThixo onekhwele, ndibuvelela ububi koonyana booyise, kwesesithathu nakwesesine isizukulwana sabandithiyileyo.
Funda iEksodus 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 20:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo