uHezekile 34:12
uHezekile 34:12 CXB24
Njengomalusi ewugcinayo umhlambi wakhe, ngemini yokubakho kwakhe phakathi kweegusha zakhe ezichithakeleyo; ndiya kuwufuna umhlambi wam, ndiwusindise ezindaweni zonke othe saa kuwo ngemini yamafu nobumnyama.