uHezekile 37:3
uHezekile 37:3 CXB24
Wathi ke kum, Nyana womntu, aya kuphila na ke la mathambo? Ndaphendula ndathi, Nkosi Yehova, nguwe owaziyo.