Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 37:3 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 37:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wathi ke kum, Nyana womntu, aya kuphila na ke la mathambo? Ndathi, Nkosi Yehova, kwazi wena.

UHEZEKILE 37:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Waza wathi: “Mntundini, angaba saphila na la mathambo?” Ndaphendula ndathi: “Nguwe owaziyo, Mhlekazi Ndikhoyo.”

UHEZEKILE 37:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Wayesiti kum: Nyana woluntu! aya kupila na amatambo la? Ndaza ndati: NKOSI YEHOVA! wena uyazi.

UHEZEKILE 37:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wathi ke kum, Nyana womntu, aya kuphila na ke la mathambo? Ndaphendula ndathi, Nkosi Yehova, nguwe owaziyo.