uHezekile 7:9
uHezekile 7:9 CXB24
Aliyi kuba nanceba iliso lam, ndingabi nanceba; ke ndiya kuwabeka phezu kwakho ngokweendlela zakho, nangamasikizi akho phakathi kwakho; nazi ukuba ndinguYehova owohlwayayo.