Wabasikelela uThixo, wathi kubo, Qhamani, nande, nihlale emhlabeni, niwulime; nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni zonke eziphilileyo ezinambuzelayo emhlabeni.
Funda iGenesis 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 1:28
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo