uHabhakuki 3:19
uHabhakuki 3:19 CXB24
uYehova ungamandla am, uzenza iinyawo zam, zibe njengezamaxhama, undikhaphela endaweni ephakamileyo kum. Kumongameli wokubethelwa izinto ezineentambo.