AmaGiliyadi athabatha inxalenye yeYordan phambi koonyana bakaEfrayim; Athi kuye amadoda aseGiliyadi, UngumEfrayim na? Ukuba uthe: Hayi! Bathi kuye, Yithi, Sibholete, wathi, Sibholete, ngokuba engakwazi ukuthetha kakuhle. Bandula ke bambamba baza bambulalela eYordan, yaye ngelo xesha kwakukho amashumi amane anesibini amawaka akwaEfrayim.
Funda Abagwebi 12
Share
Compare All Versions: Abagwebi 12:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos