Abagwebi 6:4
Abagwebi 6:4 CXB24
Bamisa inkampu nxamnye nabo baza batshabalalisa imveliso yomhlaba de kwafika eGaza, yaye abazange bamshiyele kutya uSirayeli, kwaneegusha okanye nkomo okanye needonki.