Waphinda ngoko uYesu wathi kubo, Uxolo malube nani; njengokuba uBawo endithumile mna, nam ndiyanithuma nina. Akuba etshilo wabaphefumlela, wathi kubo, Yamkelani uMoya oyiNgcwele
Funda uYohane 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYohane 20:21-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo