uLuka 2:8-9

uLuka 2:8-9 CXB24

Kwaye kukho abalusi kwakwelo lizwe, behlala ezindle, belinda ebusuku imihlambi yabo. Babona ngesithunywa seNkosi simi phezu kwabo, bathi nobuqaqawuli beNkosi bababengezelela ngeenxa zonke; besuka boyika ngokoyika okukhulu.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uLuka 2:8-9