Njengoko kubhaliweyo encwadini yamazwi kaIsaya umprofeti, esithi, Izwi lodandulukayo entlango, lisithi, Yilungiseni indlela yeNkosi, Wutyenenezeni umendo wayo. Zonke iintlambo ziya kugungxulwa, zonke iintaba neenduli zigungxulwe; zibe magoso-goso, neendlela ezimagqagala zibe lula; Yaye yonke inyama iya kulubona usindiso lukaThixo.
Funda uLuka 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uLuka 3:4-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo