uMateyu 1:18-19

uMateyu 1:18-19 CXB24

Ke kaloku ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaye kungolu hlobo: Kwathi, akubon’ ukuba unina uMariya useseleganelwe uYosefu, bengekahlangani, wafunyanwa emithi ngoMoya oyiNgcwele. Ke kaloku uYosefu indoda yakhe, eyindoda elilungisa, engathandi ukumvezisa, wanga amala ngasese.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uMateyu 1:18-19