Nyana wam, musa ukuwulibala umyalelo wam; Intliziyo yakho mayiyibambe imithetho yam; ngokuba iya kubandisa ubude bemihla yakho, neminyaka yobomi, noxolo.
Funda iMizekeliso 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iMizekeliso 3:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo