Kuba isibhalo sithi, Bonke abakholwayo kuye abayi kudaniswa. Akukho kwahluka kwamYuda namGrike; kuba ikwayiloo Nkosi eyiNkosi yabo bonke, ibubutyebi kubo bonke abayinqulayo. Kuba bonke abasukuba belinqula igama leNkosi bosindiswa.
Funda KwabaseRoma 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseRoma 10:11-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo