uYehova uThixo wakho uphakathi kwakho; uya kugcoba ngawe, evuya; uya kuphumla eluthandweni lwakhe, akunandiphe ngengoma.
Funda uZefaniya 3
Share
Compare All Versions: uZefaniya 3:17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos