KWABASEKORINTE I 11:28-29
KWABASEKORINTE I 11:28-29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Makazicikide ke ngokwakhe umntu, aze ngokunjalo adle kwisonka eso, asele kwindebe leyo; kuba lowo udlayo, uselayo, ngokungafanelekileyo, uzidlela aziselele ukugwetywa, engawucaluli nje umzimba weNkosi.
KWABASEKORINTE I 11:28-29 IBHAYIBHILE (XHO96)
Makazicikide ke ngoko ngokwakhe umntu, aze ke asitye isonka eso, ayisele nendebe leyo; kuba lowo utyayo asele, uzityela aziselele umgwebo ukuba akawuphicothi ngokufanelekileyo umzimba weNkosi.
KWABASEKORINTE I 11:28-29 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Makazicikide ke ngokwakhe umntu, aze ngokunjalo adle kwisonka eso, ayisele nendebe leyo; kuba lowo udlayo, uselayo, ngokungafanelekileyo, uzidlela aziselele ukugwetywa, engawucaluli nje umzimba weNkosi.
KWABASEKORINTE I 11:28-29 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa makati umntu azibence, enje njalo ke ukutya kwisonka eso nokusela kwindebe leyo. Ngokuba lowo uti atye asele ngokungafanelekileyo, ezityela eziselela umgwebo, enganakani nje umzimba WENKOSI.