KWABASEKORINTE I 15:58
KWABASEKORINTE I 15:58 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke, bazalwana bam baziintanda, qinani, ningabi nakushukuma; nihlale niphuphuma umsebenzi weNkosi, nisazi nje ukuba ukubulaleka kwenu akulambathi eNkosini.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 15KWABASEKORINTE I 15:58 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko ke, bazalwana bam abaziintánda, qinani, ningabi nakushukuma; nihlale niphuphuma umsebenzi weNkosi, nisazi nje ukuba ukubulaleka kwenu akulambathi eNkosini.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 15KWABASEKORINTE I 15:58 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke, mawethu athandekayo, yomelelani ningathandabuzi. Yisebenzeleni ngenkuthalo iNkosi ngalo lonke ixesha, kuba kakade ukubulaleka kwenu ngenxa yeNkosi akunakulambatha.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 15KWABASEKORINTE I 15:58 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako oko, bazalwana bam abatandiweyo! yibani niqinile, ningenakushenxiswa, nikolisa ukwanda emsebenzini WENKOSI ngamaxesha onke, nisazi nje ukuba umzamo wenu awuyinto engendawo ENKOSINI.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 15