KWABASEKORINTE II 4:12 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEKORINTE II 4:12 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke kusebenza ukufa kuthi, ke kuni kusebenza ubomi.
Yabelana
KWABASEKORINTE II 4 XHO75KWABASEKORINTE II 4:12 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, kuthi kusebenza ukufa, kodwa kuni kusebenza ubomi.
Yabelana
KWABASEKORINTE II 4 XHO96KWABASEKORINTE II 4:12 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke ukufa kuyasebenza kuti, kodwa ubomi kuni.
Yabelana
KWABASEKORINTE II 4 XHO1902AKWABASEKORINTE II 4:12 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngoko ke kusebenza ukufa kuthi, ke kuni kusebenza ubomi.
Yabelana
KWABASEKORINTE II 4 CXB24