KWABASEKORINTE II 4:6
KWABASEKORINTE II 4:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokokuba NGUTIXO, owaxela ukuba ukukanya kukanye kupuma ebumnyameni, owakanyayo ezintliziyweni zetu kuze kube kukukanyisa kwokwaziwa kwobungcwalisa BUKATIXO ebusweni buka‐Yesu Kristu.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4KWABASEKORINTE II 4:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba nguThixo, yena wathi ukhanyiso malukhanye ebumnyameni, okhanyisele iintliziyo zethu, ukuze kukhanye ukwaziwa kobuqaqawuli bukaThixo ebusweni bukaYesu Kristu.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4