KWABASEKORINTE II 5:15 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEKORINTE II 5:15 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo.
Yabelana
KWABASEKORINTE II 5 XHO75KWABASEKORINTE II 5:15 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wafela abantu bonke, ukuze abo basaphilayo bangabi saziphilela, kodwa baphilele yena wafayo wavuka ngenxa yabo.
Yabelana
KWABASEKORINTE II 5 XHO96KWABASEKORINTE II 5:15 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanjalo wafela bonke, ukuze abo bahleliyo bangabi sazihlalela bona, koko bahlalele lowo ute ngenxa yabo wafa wabuya wavuka.
Yabelana
KWABASEKORINTE II 5 XHO1902AKWABASEKORINTE II 5:15 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo.
Yabelana
KWABASEKORINTE II 5 CXB24