IZENZO 13:47
IZENZO 13:47 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba isiwisele umthetho ngokunjalo iNkosi, yathi, Ndikubekile ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga, Ukuze ube ngowosindiso, kude kuse ekupheleni kwehlabathi. (UIsaya 49:6)
Yabelana
Funda IZENZO 13IZENZO 13:47 IBHAYIBHILE (XHO96)
Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi: “ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga, ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’ ”
Yabelana
Funda IZENZO 13