IZENZO 17:26
IZENZO 17:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kanjalo wazenza ngagazi-nye zonke iintlanga zabantu, ukuba zime phezu kwawo wonke umhlaba, emisa amaxesha abekwe ngenxa engaphambili, nemida yokuma kwazo
Yabelana
Funda IZENZO 17IZENZO 17:26 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
ote kanjalo wazenza ngegazi linye zonke intlanga zabantu, ukuba bahlale pezu kwobuso bonke bomhlaba, ebalule amaxesha amiselweyo pambili nemida yentlalo yabo
Yabelana
Funda IZENZO 17