IZENZO 21:13
IZENZO 21:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa wathi ukuphendula: “Nenza ntoni, nifuna ukundityhafisa nje ngezi nyembezi zenu? Andilungelanga kubotshwa kuphela eJerusalem; kwanokufa oku ndikulungele ngenxa yeNkosi uYesu.”
Yabelana
Funda IZENZO 21IZENZO 21:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula ke uPawulos, wathi, Nenzani na ukulila niyityumze intliziyo yam? kuba mna ndingàlungele kubotshwa kodwa; ndilungele nokufa eYerusalem, ngenxa yegama leNkosi uYesu.
Yabelana
Funda IZENZO 21