KWABASE-EFESE 6:11
KWABASE-EFESE 6:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yambatani konke ukuxo̔ba KUKATIXO, ukuba nibe namandla ukuma ngakuwo amaqinga ka‐Satane.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 6KWABASE-EFESE 6:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Xhobani sonke isikrweqe sikaThixo, ukuze nibe nako ukumisa nibuchase ubuqhinga boMtyholi.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 6KWABASE-EFESE 6:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana kuThixo, ukuze nibe nako ukumelana nabo bonke ubuqhokolo bukaSathana.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 6