KUMAGALATI 1:8
KUMAGALATI 1:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke, nokokuba sisuke thina aba, nokokuba sisuke isithunywa sasezulwini sanishumayeza iindaba ezilungileyo ezinxamnye nezo sanishumayezayo, masisingelwe phantsi.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 1KUMAGALATI 1:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ukuba kukho umntu, nokuba ndim, nokuba sisithunywa sezulu, oshumayela iindaba ezinxamnye nezo ndanishumayeza zona: uqalekisiwe lowo.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 1