KUMAGALATI 3:11
KUMAGALATI 3:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Okokuba ke akukho namnye ugwetyelwayo ngomthetho kuye uThixo, kuyabonakala; ngokuba lowo ùlilungisa, uya kudla ubomi obuphuma elukholweni.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 3KUMAGALATI 3:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuyaqondakala ke ukuba akukho mntu ugwetyelwa nguThixo ngenxa yomthetho; kuba zithi iziBhalo: “Uya kudla ubomi lowo wenziwe ilungisa nguThixo ngenxa yokukholwa.”
Yabelana
Funda KUMAGALATI 3