KUMAGALATI 3:13
KUMAGALATI 3:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UKristu wasithenga, wasikhulula esiqalekisweni somthetho, ngokwenziwa isiqalekiso ngenxa yethu (kuba kubhaliwe kwathiwa, Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywe emthini)
Yabelana
Funda KUMAGALATI 3KUMAGALATI 3:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke uKrestu wasikhulula ekuqalekisweni okuza ngomthetho, ngokuthi yena aqalekiswe endaweni yethu. Kaloku zithi iziBhalo: “Uqalekisiwe nguThixo nabani na obulawa ngokuxhonywa emthini!”
Yabelana
Funda KUMAGALATI 3