KUMAGALATI 3:25 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KUMAGALATI 3:25 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lwakuba lufikile ke ukholo, asibi saba phantsi kwamkhapheli.
Yabelana
KUMAGALATI 3 XHO75KUMAGALATI 3:25 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa selifikile ke ixesha lokholo, akusekho mfuneko yakuba sigcinwe ngumthetho.
Yabelana
KUMAGALATI 3 XHO96KUMAGALATI 3:25 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukolo selufikile nje, asisabi ngapantsi kwomkapeli.
Yabelana
KUMAGALATI 3 XHO1902AKUMAGALATI 3:25 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Lwakuba lufikile ke ukholo, asibi saba phantsi kwamkhapheli.
Yabelana
KUMAGALATI 3 CXB24