KUMAHEBHERE 7:25
KUMAHEBHERE 7:25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kukona angati kanjalo agqibele ukusindisa abo bezayo ngaye KUTIXO, kuba ehleli amaxesha onke ukubatetelela.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7KUMAHEBHERE 7:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko unako nokubasindisa kanye abo bezayo ngaye kuThixo, ehlala ehleli nje ukuba abathethelele.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7