UYEREMIYA 6:16
UYEREMIYA 6:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Utsho *uNdikhoyo ukuthi: “Yimani eziphambukeni nikhangele, nibuzise ngomendo wamandulo, niqonde ukuba yiyiphi na indlela eyiyona-yona, nihambe ngayo ke, ukuze nifumane inzolo emphefumlweni. Ke nina nathi: ‘Asiyi kuhamba ngayo!’
UYEREMIYA 6:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Utsho uYehova ukuthi, Yimani ezindleleni, nikhangele, nibuze umendo ongunaphakade, ukuba yiyiphi na indlela yokulungileyo, nihambe ngayo; noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu; báthi ke bona, Asiyi kuhamba ngayo.
UYEREMIYA 6:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Utsho uYehova ukuthi, Yimani ezindleleni, nikhangele, nibuze ngeendlela zakudala, ukuba yiyiphi na indlela yokulungileyo, yiyani kuyo, noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu; Bathi ke bona, Asiyi kucanda kuyo.
UYEREMIYA 6:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Utsho UYEHOVA ukuti: Yimani ezindleleni, nikangele, nibuzele imizila yakudala, ipina ke indlela elungileyo, nihambe kuyo, naniya kufumanela imipefumlo yenu ukwonwaba. Kodwa bati: Asiyi kuhamba kuyo.