UMATEYU 6:30
UMATEYU 6:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ke ingca leyo yasendle, ethi namhla ibekho, ize ngomso iphoswe eziko, wenjenjalo uThixo ukuyambathisa, akayi kunambathisa kakhulu ngakumbi na, bantundini balukholo luncinane?
Yabelana
Funda UMATEYU 6UMATEYU 6:30 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuba ke uThixo wenjenje ukuyambesa ingca yasendle, ethi namhlanje ibekho, ze ngomso iphoswe eziko, akayi kugqithisa na ukunambathisa nina, bantundini balukholo luncinane?
Yabelana
Funda UMATEYU 6