UNEHEMIYA 9:6
UNEHEMIYA 9:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wena unguYehova wedwa, wena wenza izulu, izulu lawo amazulu, nomkhosi wawo wonke, umhlaba nento yonke ephezu kwawo, iilwandle neento zonke ezikhona, uzidilisa ubomi zonke ezo zinto; umkhosi wamazulu uqubuda kuwe.
UNEHEMIYA 9:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nguwe wedwa uMahlalekho, nguwe umenzi wamazulu, nalawo asemajuku-jukwini, nelo hlokondiba leenkwenkwezi zawo, nkqu nehlabathi nako konke okukulo, oozilwandle nako konke ezikufumbathileyo. Iinto zonke uzithi jize ngobomi, neendimbane zamazulu zinqula wena.
UNEHEMIYA 9:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wena, ewe, wena unguYehova wedwa; Wena wenza izulu, nezulu lawo amazulu, nomkhosi walo wonke, umhlaba nento yonke ephezu kwawo, iilwandle neento zonke ezikhona, uzidlisa ubomi zonke ezo; kwaye imikhosi yezulu ikunqula.
UNEHEMIYA 9:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wena unguye UYEHOVA wedwa; nguwe owenzileyo izulu, izulu lamazulu, nawo wonke umkosi walo: umhlaba, nako konke okupezu kwawo; ilwandle, nako konke okukuzo: nguwe ezilondolozayo zonke ezonto: umkosi wezulu uyabedesha wena.