INUMERI 13:26
INUMERI 13:26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Eza afika kuMoses, nakuAron, nakwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, entlango yaseParan eKadeshe; wabaxelela, nakwibandla lonke, wabazisa eziqhameni zelizwe.
Yabelana
Funda INUMERI 13INUMERI 13:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Eza afika kuMoses, nakuAron, nakwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, entlango yaseParan eKadeshe; azisa ilizwi kubo, nakwibandla lonke, ababonisa neziqhamo zelizwe elo.
Yabelana
Funda INUMERI 13