INUMERI 13:28
INUMERI 13:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kodwa banamandla abantu, abemi kwelo zwe; imizi inqatyisiwe, imikhulu kunene; kananjalo siboné abenzalo ka-Anaki khona.
Yabelana
Funda INUMERI 13INUMERI 13:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke abantu balo ziingwanyalala, zaye ke nezixeko zabo zikhulu zinqatyisiwe. Ngaphezu koko ke nenzala ka-Anaki siyibone ngamehlo.
Yabelana
Funda INUMERI 13