IMIZEKELISO 29:18
IMIZEKELISO 29:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Apho kungekho mbono baba yimiqhathu abantu; Bakuwugcina umyalelo, hayi, uyolo lwabo!
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29IMIZEKELISO 29:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Abantu abangenawo umbono kaThixo baba ziindlobongela; phofu ke unoyolo umntu owuthobelayo umthetho kaThixo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 29