IINDUMISO 16:11
IINDUMISO 16:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ùya kundazisa umendo wobomi; Ebusweni bakho yinzaliseko yemivuyo; Ekunene kwakho yimihlali ngonaphakade.
Share
Funda IINDUMISO 16IINDUMISO 16:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wena undazisa iindlela zobomi; kaloku ndizala yimincili xa ndiphambi kwakho. Ngasekunene kwakho yimihlali yodwa kude kube ngunaphakade.
Share
Funda IINDUMISO 16IINDUMISO 16:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wondazisa indlela yobomi; phambi kobuso bakho kuzele yimincili; Ekunene kwakho yimihlali engunaphakade.
Share
Funda IINDUMISO 16