IINDUMISO 53:2
IINDUMISO 53:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UThixo esemazulwini uqondele koonyana babantu, Ukubona ukuba ukho na oqiqayo, Ofuna uThixo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 53IINDUMISO 53:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena uThixo ubabukele abantu; uhlel' ezulwini efuna ukuqonda ukuba ngaba sikho na isilumko, nditsho ofuna ukunqula uThixo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 53