IINDUMISO 54:7
IINDUMISO 54:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuzo zonke iingxaki zam wena undihlangule; ukoyiswa kweentshaba zam ndikubone ngamehlo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 54IINDUMISO 54:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba endikulule kubo bonke ubunzima; neliso lam likangele pezu kwentshaba zam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 54