Amaculo 54
54
ICULO LIV.
Elika‐Davide, lokuqondisa, liba̔lelwe umhlabeli omkulu owenza ngeneginote, okuya aba‐Zifi beza bati ku‐Saule: u‐Davide akazimeli pakati kwetu na?
1NDISINDISE, Tixo! ngegama lako; undigwebele ngamandla ako. 2Pulapula umtandazo wam, Tixo! beka indlebe emazwini omlomo wam. 3Ngokuba abasemzini bendisukele, nababandezeli befunile umpefumlo wam: abambekanga utixo pambi kwabo. Sela.
4Bona ke, utixo ungondincedayo: inkosi inabo bawusekelayo umpefumlo wam: 5yoti ububi ibubuyisele pezu kwabo bandihlolayo. Banqamle ngokwenyaniso yako. 6Ndobingela kuwe ngokuvuma: ndodumisa igama lako, Yehova! ngokuba lilungile. 7Ngokuba endikulule kubo bonke ubunzima; neliso lam likangele pezu kwentshaba zam.
Currently Selected:
Amaculo 54: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.