ISITYHILELO 6:10-11
ISITYHILELO 6:10-11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Baye bedanduluka ngelizwi elikulu, besiti: Kwoda kube ninina, Nkosi eyingcwele eyinyaniso! ungagwebi ungapindezeleli igazi letu kubo abemiyo pezu kwomhlaba? Kwaza kwanikwa kubo abanye ngabanye ingubo ezimhlope, kwatshiwo kubo ukuti mababe besapumla kube lixesha elincinane, bade bazalisekiswe inani labo nabo abazizicaka kunye nabo nabazalwana babo, abaya kubulawa kwa njengabo bona.
ISITYHILELO 6:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Baye bedanduluka ngezwi elikhulu, besithi, Koda kube nini na, Mnini-nto-zonke oyingcwele, oyinyaniso, ungagwebi, ungaliphindezeleli igazi lethu kubo abemiyo phezu komhlaba? Banikwa bonke ngabanye iingubo ezinde ezimhlophe; kwathiwa kubo, basaya kuphumla ixesha elincinane, bade bazaliseke nabangabakhonzi nabo, nabazalwana babo, abaza kubulawa kwanjengabo.
ISITYHILELO 6:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Babhomboloza bathi: “Kakade ke, Nkosi, Somandla oyiNgcwele kanye, koda kube nini ungasiphindezeli ulibuyekeze igazi lethu elaphalazwa ngabantu beli hlabathi?” Elowo nalowo kubo wathiwa wambu ngomnweba omhlophe. Ngokunjalo kwathiwa mabakhe balinde okwethutyana, bade baphelele abalingane namawabo asaza kubulawa kwanjengabo.
ISITYHILELO 6:10-11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Baye bedanduluka ngezwi elikhulu, besithi, Koda kube nini na, Nkosi engcwele, oyinyaniso, ungagwebi, ungaliphindezeleli igazi lethu kwabo bemiyo phezu komhlaba? Banikwa bonke ngabanye iingubo ezinde ezimhlophe; kwathiwa kubo, basaya kuphumla ixesha elincinane, bade bazaliseke nabakhonza kunye nabo, nabazalwana babo, abaza kubulawa kwanjengabo.