ISITYHILELO 6:8
ISITYHILELO 6:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndaza ndabona, kekaloku bona ke, ihashe elilubelu, nalowe uhleli pezu kwalo, igama lake lingu‐Kufa; kanjalo u‐Hadesi uyalandela naye. Kwaye kunikwa kubo igunya lokuba babulale, pezu kwesesine isiqingata somhlaba, ngeṙele, nangendlala, nangokufa, nangawo amar̔amncwa omhlaba.
ISITYHILELO 6:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndabona, nalo ihashe eliluthuthu; lowo ke wayehleli phezu kwalo enguKufá igama lakhe, nelabafileyo lilandelelana naye. Banikwa igunya lokubulala kwisahlulo sesiné somhlaba ngekrele, nangendlala, nangokufa, nangawo amarhamncwa omhlaba.
ISITYHILELO 6:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndakukhangela ndabona elinye ihashe; lona lalimbatshile. Igama lalowo wayehleli phezu kwalo lalinguKufa, kanti ke ezinyaweni zakhe kwakulandela uLabafileyo. Banikwa amagunya phezu kwesiqingatha sesine sehlabathi, ukuze bageqe ngekrele, ngembalela, isibetho, nangamarhamncwa.