KWABASEROMA 14:17-18
KWABASEROMA 14:17-18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
ngokuba ubukumkani BUKATIXO bungekukutya nokusela, bububulungisa, noxolo, novuyo KUMOYA OYINGCWELE. Ngokuba oti kwezizinto akonze u‐Kristu, ekolekile KUTIXO, enokubukwa nangabantu.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 14KWABASEROMA 14:17-18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ubukumkani bukaThixo abukukudla nakusela; bubulungisa noxolo novuyo kuMoya oyiNgcwele. Kuba omkhonzayo uKristu kwezo zinto, ukholekile kakuhle kuye uThixo; ucikidekile nakubo abantu.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 14