INGOMA YAZO IINGOMA 6:10
INGOMA YAZO IINGOMA 6:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngubani na lo uthi gqi njengesifingo, Mhle njengenyanga, Unyulu njengelanga, Woyikeka njengemikhosi eneebhanile?
Yabelana
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 6INGOMA YAZO IINGOMA 6:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngubani lo uthi gqi ngathi ngumso, omkhitha ngathi yinyanga, oqaqambe ngathi lilanga, ondili ngathi ziinkwenkwezi zingumngcelele?
Yabelana
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 6